Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka U‐Hosheha 8

1

U‐Hosheha 8:7

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngokuba behlwayele umoya, kukona baya kuvuna isaqwiti: akuko izela kubo; okuhlumayo akuyi kuwenza umgubo: ukuba umhlaumbi kuyawenza, abasemzini bowuginya.

Thelekisa

Phonononga U‐Hosheha 8:7

2

U‐Hosheha 8:4

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Benza okumkani, kodwa bekungengam; bamisa inkosi, kodwa mna bendingazazi: bazenzele izitixo ngayo isilivere yabo negolide yabo, ukuze banqanyulwe.

Thelekisa

Phonononga U‐Hosheha 8:4

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest