Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka U‐Hosheha 9

1

U‐Hosheha 9:17

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

UTIXO wam wobalahla, ngokuba bengampulapulanga: boba ngamadungadunga pakati kwezizwe.

Thelekisa

Phonononga U‐Hosheha 9:17

2

U‐Hosheha 9:1

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

UNGAVUYI, Sirayeli! kude kuvuyelelwe, njengezizwe: ngokuba umkile KUTIXO wako ngombulo; uwutandile umvuzo ezibayeni zonke zenqolowa.

Thelekisa

Phonononga U‐Hosheha 9:1

3

U‐Hosheha 9:7

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Imihla yokwohlwaya seifikile, imihla yokupindezela seifikile; u‐Sirayeli uya kuyazi: umprofite usisidenge, umntu womoya uyageza, ngenxa yobuninzi benkohlakalo yako, nangenxa yenzondo enkulu.

Thelekisa

Phonononga U‐Hosheha 9:7

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne U‐Hosheha 9

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest