Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UHOSEYA 8:7

UHOSEYA 8:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ngokuba behlwayelé umoya, baya kuvuna isaqhwithi. Akukho zimba kuwo; isithombo asenzi sikhwebu; nokuba besithe saba naso, besiya kudliwa ngabasemzini.

Yabelana
Funda UHOSEYA 8

UHOSEYA 8:7 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Bona bahlwayela umoya, kanti bavuna isaqhwithi. Ingqolowa ziziphunzi ezingathwalanga; ngoko ke tu isivuno. Enoba besingade sifumaneke bezingafikayo iintlanga zizenzele.

Yabelana
Funda UHOSEYA 8

UHOSEYA 8:7 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ngokuba babehlwayele umoya, bavuna umoya osisaqhwithi; ihlumelo aliyi kuvelisa umgubo; ukuba kunjalo, boyidla abasemzini.

Yabelana
Funda UHOSEYA 8

UHOSEYA 8:7 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba behlwayele umoya, kukona baya kuvuna isaqwiti: akuko izela kubo; okuhlumayo akuyi kuwenza umgubo: ukuba umhlaumbi kuyawenza, abasemzini bowuginya.

Yabelana
Funda UHOSEYA 8
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo