1
UMARKO 8:35
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Kuba othe wathanda ukuwusindisa umphefumlo wakhe, wolahlekelwa nguwo; ke yena othe wawulahla umphefumlo wakhe ngenxa yam, nangenxa yeendaba ezilungileyo ezi, wowusindisa.
Sammenlign
Utforsk UMARKO 8:35
2
UMARKO 8:36
Kuba komnceda ntoni na umntu, ukuba uthe walizuza ihlabathi liphela, waza wonakalelwa ngumphefumlo wakhe?
Utforsk UMARKO 8:36
3
UMARKO 8:34
Esibizele kuye isihlwele, kwanabafundi bakhe, wathi kubo, Osukuba ethanda ukundilandela, makazincame, awuthwale umnqamlezo wakhe, andilandele ke.
Utforsk UMARKO 8:34
4
UMARKO 8:37-38
Okanye worhola ntoni na umntu, ibe sisananelo somphefumlo wakhe? Kuba othe waneentloni ngam nangamazwi am, kwesi sizukulwana sikrexezayo, sonayo, naye uNyana woMntu woba neentloni ngaye, xa athe weza esebuqaqawulini boYise, enezithunywa ezingcwele.
Utforsk UMARKO 8:37-38
5
UMARKO 8:29
Athi yena kubo, Ke nina nithi ndingubani na? Aphendule ke uPetros athi kuye, Wena unguye uKristu.•
Utforsk UMARKO 8:29