Logo YouVersion
AlkitabPelanVideo
Dapatkan apl
Pemilih Bahasa
Ikon Carian

Ayat Alkitab yang Popular daripada Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11

1

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:14-15

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Asi yinto yokutelwa nqa kanjalo: ngokuba kwa yena u‐Satane ezenza ngakumbi abe nesimilo sengelosi yokukanya. Asi yinto enkulu ngoko, ukuba abakonzi bake nabo bayazenza ngakumbi babe nesimilo njengabakonzi bobulungisa; abasipelo siya kuba ngokwemisebenzi yabo.

Bandingkan

Selidiki Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:14-15

2

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:3

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kodwa ndiyoyika, hleze kungati, njengokuba yona inyoka yamlukuhla u‐Eva ngobuqokolo bayo, kwa njalo inkumbulo zenu zonakaliswe zipanjukiswe kulo ulungelelwano olungakuye u‐Kristu.

Bandingkan

Selidiki Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:3

3

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:30

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ukuba ndifanele ukuqa̔yisa, ndiya kuqa̔yisa ngezinto zobulwelwe bam.

Bandingkan

Selidiki Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:30

Pelan Bacaan dan Renungan percuma yang berkaitan dengan Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11

Bab Sebelumnya
Bab Seterusnya
YouVersion

Mendorong dan mencabar anda untuk mencari hubungan rapat dengan Allah setiap hari.

Pelayanan

Perihal

Kerjaya

Jadi Sukarelawan

Blog

Akhbar

Pautan Berguna

Bantuan

Menderma

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital

Life.Church
Bahasa Melayu

©2026 Life.Church / YouVersion

Polisi PrivasiTerma
Program Pendedahan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest