1
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:5
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
sici̔ta nje izicamango, nento zonke ezinde ezipakamayo ngakuko ukwaziwa KUKATIXO, sitimbela nokutimbela ekuviweni kuka‐Kristu onke amaqinga
Bandingkan
Selidiki Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:5
2
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:4
(ngokuba izikali zokulwa kwetu zingebunyama, koko zinamandla pambi KWOTIXO kuze kube kukuci̔twa kwazo inqaba:)
Selidiki Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:4
3
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:3
Ngokuba sisiti, nangona sihamba enyameni, singalwi ngokwenyama
Selidiki Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:3
4
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:18
Ngokuba engenguye ozincomayo ngokwake obukwayo, nguye onconywayo YINKOSI.
Selidiki Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:18