Logo YouVersion
AlkitabPelanVideo
Dapatkan apl
Pemilih Bahasa
Ikon Carian

Ayat Alkitab yang Popular daripada Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12

1

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:9

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Yayisiti kum: Ufefe lwam lwanele wena; ngokuba amandla am efezekiswa ebutatakeni. Ngokuvuya kakulu ngoko ndiya kuti ngokukumbi ndiqa̔yise ezilwelweni zam, ukuze amandla ka‐Kristu ahlale pezu kwam

Bandingkan

Selidiki Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:9

2

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:10

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngako oko ndikoliwe kakuhle ezilwelweni, ezitukweni, ezitukutezini, ezintshutshisweni, ezixingweni, ngenxa ka‐Kristu: ngokuba okuya ndibutataka, kwa oko ndinamandla.

Bandingkan

Selidiki Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:10

3

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:6-7

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngokuba xeshekweni ndifuna ukuqa̔yisa, andiyi kuba sisidenge; ngokuba ndiya kuteta inyaniso: kodwa ndiyayeka, kuze kungabiko mntu ondibalelayo ngokupezulu kwoko abonayo ukuba ndikuko, umhlaumbi akuvayo kum. Kanjalo ukuze ndingazipakamisi ngokugqitileyo ngabo ubungangamsha bezityilo ezo, kwanikwa kum ameva enyameni yam, ingelosi ka‐Satane ukuba indintliteke, ukuze ndingazipakamisi ngokugqitileyo.

Bandingkan

Selidiki Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:6-7

Bab Sebelumnya
Bab Seterusnya
YouVersion

Mendorong dan mencabar anda untuk mencari hubungan rapat dengan Allah setiap hari.

Pelayanan

Perihal

Kerjaya

Jadi Sukarelawan

Blog

Akhbar

Pautan Berguna

Bantuan

Menderma

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital

Life.Church
Bahasa Melayu

©2026 Life.Church / YouVersion

Polisi PrivasiTerma
Program Pendedahan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest