1
INUMERI 6:24-26
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Makakusikelele uYehova, akugcine; Makabukhanyise uYehova ubuso bakhe kuwe, akubabale; Makabuphakamisele uYehova ubuso bakhe kuwe, akunike uxolo.
Харьцуулах
INUMERI 6:24-26 г судлах
2
INUMERI 6:27
Mabalibeke ke igama lam phezu koonyana bakaSirayeli; mna ndiya kubasikelela.
INUMERI 6:27 г судлах
3
INUMERI 6:23
Thetha kuAron nakoonyana bakhe, uthi, Ize nenjenje ukubasikelela oonyana bakaSirayeli, nithi kubo
INUMERI 6:23 г судлах