1
INUMERI 23:19
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
UThixo akamntu ukuba athethe amanga, Akanyana waluntu ukuba azohlwaye. Etshilo nje yena, akayi kwenza na? Ethethile nje, akayi kufeza na?
Харьцуулах
INUMERI 23:19 г судлах
2
INUMERI 23:23
Akukho zihlabo ngoYakobi, Akukho kuvumisa ngoSirayeli. Ngexesha elililo, kuthethwa kuYakobi nakuSirayeli Into ayenzayo uThixo.
INUMERI 23:23 г судлах
3
INUMERI 23:20
Yabona, ndamkéle ukusikelela; Úsikelele, ke andinakukubuyisa.
INUMERI 23:20 г судлах