1
ILEVITIKUS 19:18
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Uze ungaphindezeli; uze ungabi nanqala koonyana babantu bakowenu; uze umthande ummelwane wakho ngoko uzithanda ngako; ndinguYehova.
Харьцуулах
ILEVITIKUS 19:18 г судлах
2
ILEVITIKUS 19:28
Ize ningazicenti inyama yenu ngenxa yomfi, ningenzi mbhalo wamvambo kuni: ndinguYehova.
ILEVITIKUS 19:28 г судлах
3
ILEVITIKUS 19:2
Thetha kwibandla lonke loonyana bakaSirayeli, uthi kubo, Yibani ngcwele; kuba ndiyiNgcwele mna, Yehova, uThixo wenu.
ILEVITIKUS 19:2 г судлах
4
ILEVITIKUS 19:17
Uze ungamthiyi umzalwana wakho entliziyweni yakho; kanye womohlwaya ummelwane wakho, ungazithwalisi sono ngenxa yakhe.
ILEVITIKUS 19:17 г судлах
5
ILEVITIKUS 19:31
Musani ukubheka kwabanemishologu; musani ukubafuna oosiyazi, ukuze nenziwe inqambi ngabo: ndinguYehova uThixo wenu.
ILEVITIKUS 19:31 г судлах
6
ILEVITIKUS 19:16
Uze ungahambi uyintlebi phakathi kwabantu bakowenu; uze ungalizondi igazi lommelwane wakho: ndinguYehova.
ILEVITIKUS 19:16 г судлах