1
IGENESIS 50:20
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Nina nacinga ububi ngam; ke yena uThixo wacinga okulungileyo, ukuze kuthi, njengoko kwenzekileyo namhla, kusinde abantu abaninzi.
Харьцуулах
IGENESIS 50:20 г судлах
2
IGENESIS 50:19
Wathi uYosefu kubo, Musani ukoyika; ndisesikhundleni sikaThixo yini na?
IGENESIS 50:19 г судлах
3
IGENESIS 50:21
Ngoko musani ukoyika; ndonondla nina, nentsapho yenu. Wabathuthuzela ke, wathetha kakuhle nabo.
IGENESIS 50:21 г судлах
4
IGENESIS 50:17
Nòtsho kuYosefu ukuthi, Khawuluxolele ukreqo lwabakhuluwa bakho, nesono sabo sokuba bekwenze into embi; ngoko khawuluxolele ukreqo lwabakhozi boThixo wooyihlo. Walila uYosefu ekuthetheni kwabo kuye.
IGENESIS 50:17 г судлах
5
IGENESIS 50:24
Wathi uYosefu kubakhuluwa bakhe, Ndiza kufa; uThixo okunene uya kunivelela, aninyuse, niphume kweli lizwe, niye ezweni abelifungele uAbraham, noIsake, noYakobi.
IGENESIS 50:24 г судлах
6
IGENESIS 50:25
UYosefu wabafungisa oonyana bakaSirayeli, esithi, UThixo okunene eya kunivelela nje, nòwanyusa amathambo am, emke apha.
IGENESIS 50:25 г судлах
7
IGENESIS 50:26
Wafa ke uYosefu engominyaka ilikhulu linashumi-nye; bamqhola; wafakwa etyeyeni eYiputa.
IGENESIS 50:26 г судлах