1
IGENESIS 43:23
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Yathi, Xolani, musani ukoyika; uThixo wenu, uThixo kayihlo, uninikile ubutyebi ezingxoweni zenu; imali yenu ndayamkela.
Харьцуулах
IGENESIS 43:23 г судлах
2
IGENESIS 43:30
Wakhawuleza uYosefu; kuba wasikwa yimfesane ngenxa yomninawa wakhe, wafuna indawo angalilela kuyo, wangena engontsini, walila khona.
IGENESIS 43:30 г судлах