1
IGENESIS 37:5
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
UYosefu waphupha iphupha, wabaxelela abakhuluwa bakhe; kwaba kukhona bamthiyayo.
Харьцуулах
IGENESIS 37:5 г судлах
2
IGENESIS 37:3
USirayeli wayemthanda uYosefu ngaphezu kwabo bonke oonyana bakhe, ngokuba ebengunyana wokwaluphala kwakhe; yena wamenzela ke ingubo ende enemikhono.
IGENESIS 37:3 г судлах
3
IGENESIS 37:4
Abakhuluwa bakhe babona ukuba uyise umthanda ngaphezu kwabo bonke, bamthiya, ababa nakuthetha naye bexolile.
IGENESIS 37:4 г судлах
4
IGENESIS 37:9
Wabuya waphupha elinye iphupha, walixela kubakhuluwa bakhe, wathi, Yabonani, ndibuye ndaphupha iphupha; ndiphuphé ilanga nenyanga neenkwenkwezi ezilushumi elinanye ziqubuda kum.
IGENESIS 37:9 г судлах
5
IGENESIS 37:11
Abakhuluwa bakhe bammonela, ke yena uyise waligcina eli lizwi.
IGENESIS 37:11 г судлах
6
IGENESIS 37:6-7
Wathi kubo, Khanilive eli phupha ndiliphuphileyo. Yabonani, besibopha izithungu entsimini phakathi; saza isithungu sam sesuka sema; zaza izithungu zenu zasingqonga, zaqubuda kwisithungu sam.
IGENESIS 37:6-7 г судлах
7
IGENESIS 37:20
Yizani ke ngoko, simbulale, simphose komnye wemihadi, sithi, Udliwe lirhamncwa, size sibone ukuba amaphupha akhe oba yintoni na.
IGENESIS 37:20 г судлах
8
IGENESIS 37:28
Adlula amaMidiyan lawo angabarhwebi; bamrhola, bamkhupha uYosefu emhadini, bathengisa ngoYosefu kumaIshmayeli ngeesilivere ezimashumi mabini; amsa uYosefu eYiputa.
IGENESIS 37:28 г судлах
9
IGENESIS 37:19
Bathetha omnye komnye besithi, Nanko lo mphuphi esiza.
IGENESIS 37:19 г судлах
10
IGENESIS 37:18
Bambona ke esekude, engekasondeli kubo, benza iyelenqe lokumbulala.
IGENESIS 37:18 г судлах
11
IGENESIS 37:22
Wathi uRhubhen kubo, Musani ukuphalaza gazi; mphoseni kulo mhadi usentlango; musani ukumsa sandla. Watsho, ukuze amhlangule esandleni sabo, ambuyisele kuyise.
IGENESIS 37:22 г судлах