1
IGENESIS 18:14
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Kukho nto ingamnqabelayo na uYehova? Ngexesha elimisiweyo ndiya kubuyela kuwe, lakubuya eli xesha, uSara abe nonyana.
Харьцуулах
IGENESIS 18:14 г судлах
2
IGENESIS 18:12
USara wahleka ngaphakathi kwakhe, esithi, Emveni kokuba ndihagele, ndisaya kuyolelwa na, nenkosi yam yaluphele nje?
IGENESIS 18:12 г судлах
3
IGENESIS 18:18
Kanti uAbraham uya kuthi abe luhlanga olukhulu, olunamandla, zisikeleleke ngaye iintlanga zonke zehlabathi.
IGENESIS 18:18 г судлах
4
IGENESIS 18:23-24
Wasondela uAbraham, wathi, Ungáde ubhebhethe olilungisa kunye nongendawo yini na? Hi, kwakho amashumi amahlanu amalungisa phakathi komzi; ungáde uyibhebhethe, ungayixoleli, loo ndawo yini na, ngenxa yamalungisa amashumi mahlanu akuyo?
IGENESIS 18:23-24 г судлах
5
IGENESIS 18:26
Wathi uYehova, Ukuba ndithe ndafumana eSodom amalungisa amashumi mahlanu phakathi komzi, ndoyixolela yonke loo ndawo ngenxa yawo.
IGENESIS 18:26 г судлах