1
IGENESIS 13:15
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
ngokuba lonke ilizwe olibonayo ndiya kulinika wena, nembewu yakho, kude kuse ephakadeni
Харьцуулах
IGENESIS 13:15 г судлах
2
IGENESIS 13:14
Wathi uYehova kuAbram, emveni kokuba uLote ahlukane naye, Khawuwaphakamise amehlo akho ukuloo ndawo ukuyo, ubhekise entla, nasezantsi, nasempumalanga, nasentshonalanga
IGENESIS 13:14 г судлах
3
IGENESIS 13:16
ndiyènze imbewu yakho ibe njengothuli lomhlaba, angáthi ubani enako ukulubala uthuli lomhlaba, ayibale nembewu yakho.
IGENESIS 13:16 г судлах
4
IGENESIS 13:8
UAbram wathi kuLote, Makungabikho mbambano kaloku phakathi kwam nawe, naphakathi kwabalusi bam nabalusi bakho; ngokuba singamadoda azalanayo.
IGENESIS 13:8 г судлах
5
IGENESIS 13:18
Wancothula uAbram intente yakhe, waya wahlala ngaseMiokini• kaMamre eseHebron, wakhela khona uYehova isibingelelo.
IGENESIS 13:18 г судлах
6
IGENESIS 13:10
ULote waphakamisa amehlo akhe, wawukhangela wonke ummandla waseYordan, ngokuba ubunamanzi wonke, engekayonakalisi uYehova iSodom neGomora, unjengomyezo kaYehova, unjengelizwe laseYiputa, usingise eTsohare.
IGENESIS 13:10 г судлах