YouVersion лого
БиблиТѳлѳвлѳгѳѳнүүд Бичлэгүүд
Апп-ыг аваарай
Хэл сонгогч
Хайлтын дүрс

IGENESIS 11-ын алдартай Библийн эшлэлүүд

1

IGENESIS 11:6-7

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wathi uYehova, Yabona, abantu banye, bantetho-nye bonke bephela; yingqalo ke le yokwenza kwabo; kaloku abayi kunqatyelwa nto bayinkqangiyeleyo ukuyenza. Yizani, sihle, sidube khona apho intetho yabo, ngokokuze bangevani ngentetho.

Харьцуулах

IGENESIS 11:6-7 г судлах

2

IGENESIS 11:4

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Bathi, Yizani, sizakhele umzi, nepoma lenqaba elincopho isemazulwini; sizenzele igama, hleze sichithakalele ehlabathini lonke.

Харьцуулах

IGENESIS 11:4 г судлах

3

IGENESIS 11:9

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ngenxa yoko kwathiwa igama lawo yiBhabheli;• ngokuba uYehova wayiduba khona apho intetho yehlabathi lonke, wabachithachitha kwalapho uYehova ehlabathini lonke.

Харьцуулах

IGENESIS 11:9 г судлах

4

IGENESIS 11:1

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ke kaloku lonke ihlabathi libe lintetho-nye, limazwi manye.

Харьцуулах

IGENESIS 11:1 г судлах

5

IGENESIS 11:5

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

UYehova wehla, eza kukhangela umzi lowo, nenqaba leyo inde, bayakhayo oonyana boluntu.

Харьцуулах

IGENESIS 11:5 г судлах

6

IGENESIS 11:8

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

UYehova wabachithachitha kwalapho ehlabathini lonke; bayeka ukuwakha loo mzi.

Харьцуулах

IGENESIS 11:8 г судлах

Өмнөх Бүлэг
Дараагийн Бүлэг
YouVersion

Таныг өдөр бүр Бурхантай дотно харилцаа тогтоохыг урамшуулж, уриалж байна.

Үйлчлэл

Тухай

Ажил мэргэжил

Сайн дурын ажилтан

Блог

Хэвлэл мэдээлэл

Хэрэгтэй холбоосууд

Тусламж

Хандивлах

Библийн орчуулгууд

Аудио Библи

Библийн хэлүүд

Ѳнѳѳдрийн эшлэл


Дижитал үйлчлэл

Life.Church
Монгол

©2026 Life.Church / YouVersion-ы

Нууцлалын бодлогоНөхцөл
Эмзэг байдлыг тодруулах хөтөлбөр
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest