1
IEKSODUS 8:18-19
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Zenjenjalo nezazi ngobugqi bazo, ukuba zivelise iingcongconi, azaba nako. Kwakho iingcongconi ebantwini nasezinkomeni. Zathi izazi kuFaro, Ngumnwe kaThixo. Yaba lukhuni intliziyo kaFaro, akabaphulaphula, njengoko watshoyo uYehova.
Харьцуулах
IEKSODUS 8:18-19 г судлах
2
IEKSODUS 8:1
Wathi uYehova kuMoses, Yiya kuFaro, uthi kuye, Utsho uYehova ukuthi, Bandulule abantu bam, baye kundikhonza.
IEKSODUS 8:1 г судлах
3
IEKSODUS 8:15
Uthe ke uFaro akuba nethuba lokuphefumla, wayenza lukhuni intliziyo yakhe, akabaphulaphula, njengoko watshoyo uYehova.
IEKSODUS 8:15 г судлах
4
IEKSODUS 8:2
Ke ukuba ùthe akwavuma ukubandulula, uyabona, ndoyibetha yonke imida yakho ngamasele
IEKSODUS 8:2 г судлах
5
IEKSODUS 8:16
Wathi uYehova kuMoses, Yithi kuAron, Yolula intonga yakho, ulubethe uthuli lwelizwe lube ziingcongconi ezweni lonke laseYiputa.
IEKSODUS 8:16 г судлах
6
IEKSODUS 8:24
Wenjenjalo uYehova. Kweza izibawu ezininzi endlwini kaFaro, nasezindlwini zabakhonzi bakhe, nasezweni lonke laseYiputa; lonakala ilizwe zizibawu.
IEKSODUS 8:24 г судлах