YouVersion лого
БиблиТѳлѳвлѳгѳѳнүүд Бичлэгүүд
Апп-ыг аваарай
Хэл сонгогч
Хайлтын дүрс

IEKSODUS 32-ын алдартай Библийн эшлэлүүд

1

IEKSODUS 32:1

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ke babona abantu ukuba uMoses ulibele, akehli entabeni; bababizela ndawonye abantu kuAron, bathi kuye, Sukume, usenzele uthixo oya kuhamba phambi kwethu; kuba lo Moses, le ndoda yasinyusayo ezweni laseYiputa, asazi ukuba uhlelwe yintoni na.

Харьцуулах

IEKSODUS 32:1 г судлах

2

IEKSODUS 32:7-8

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wathi uYehova kuMoses, Hamba uhle; kuba abantu bakho, owabanyusayo ezweni laseYiputa, bonakalisile; batyeké msinya endleleni endabawisela umthetho ngayo; bazenzéle ithole elityhidiweyo, balinqula, babingelela kulo, bathi, Nanko uthixo wakho, Sirayeli, okunyusileyo ezweni laseYiputa.

Харьцуулах

IEKSODUS 32:7-8 г судлах

3

IEKSODUS 32:5-6

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wabona uAron, wákha isibingelelo phambi kwalo; wadanduluka uAron wathi, Ngumthendeleko kuYehova ngomso. Bavuka kusasa ngengomso, banyusa amadini anyukayo, basondeza imibingelelo yoxolo; bahlala phantsi abantu, badla basela, besuka bema, badlala.

Харьцуулах

IEKSODUS 32:5-6 г судлах

4

IEKSODUS 32:30

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kwathi ngengomso, uMoses wathi ebantwini, Nonile nina, nenza isono esikhulu; ndiya kunyuka ngoku ndiye kuYehova; mhlawumbi ndingácamagusha ngenxa yesono senu.

Харьцуулах

IEKSODUS 32:30 г судлах

Өмнөх Бүлэг
Дараагийн Бүлэг
YouVersion

Таныг өдөр бүр Бурхантай дотно харилцаа тогтоохыг урамшуулж, уриалж байна.

Үйлчлэл

Тухай

Ажил мэргэжил

Сайн дурын ажилтан

Блог

Хэвлэл мэдээлэл

Хэрэгтэй холбоосууд

Тусламж

Хандивлах

Библийн орчуулгууд

Аудио Библи

Библийн хэлүүд

Ѳнѳѳдрийн эшлэл


Дижитал үйлчлэл

Life.Church
Монгол

©2026 Life.Church / YouVersion-ы

Нууцлалын бодлогоНөхцөл
Эмзэг байдлыг тодруулах хөтөлбөр
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest