1
IEKSODUS 24:17-18
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Ke ukubonakala kobuqaqawuli bukaYehova, emehlweni oonyana bakaSirayeli, kwaye kunjengomlilo otshayo encotsheni yentaba. Wangena uMoses phakathi efini, wenyuka ke intaba uMoses; waba sentabeni apho iimini ezimashumi mané, nobusuku obumashumi mané.
Харьцуулах
IEKSODUS 24:17-18 г судлах
2
IEKSODUS 24:16
Ubuqaqawuli bukaYehova bahlala phezu kwentaba yeSinayi; ilifu layigubungela iintsuku ezintandathu; wamemeza kuMoses ngosuku lwesixhenxe phakathi efini.
IEKSODUS 24:16 г судлах
3
IEKSODUS 24:12
Wathi uYehova kuMoses, Nyuka uze kum entabeni, ube khona, ndikùnike amacwecwe amatye enomyalelo nomthetho, endiwubhalele ukuze bayalwe ngawo.
IEKSODUS 24:12 г судлах