1
IEKSODUS 22:22-23
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Yonke into engumhlolokazi nenkedama uze ungayicinezeli. Ukuba ùthe wabacinezela nangayiphi na indlela, bakhala kum, ndokuva ukukhala kwabo
Харьцуулах
IEKSODUS 22:22-23 г судлах
2
IEKSODUS 22:21
Umphambukeli uze ungamxinzeleli phantsi, ungamxini; kuba naningabaphambukeli nani ezweni laseYiputa.
IEKSODUS 22:21 г судлах
3
IEKSODUS 22:18
Umkhafulikazi uze ungamyeki adle ubomi.
IEKSODUS 22:18 г судлах
4
IEKSODUS 22:25
Ukuba ùthe wababoleka imali abantu bam abaziintsizana abanawe, uze ungabi kubo njengomboleki-mali: uze ungababizi nzala.
IEKSODUS 22:25 г судлах