1
IEKSODUS 14:14
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
UYehova uya kunilwela, ke nina niya kuthi cwaka.
Харьцуулах
IEKSODUS 14:14 г судлах
2
IEKSODUS 14:13
Wathi uMoses ebantwini, Musani ukoyika; misani, nilubone usindiso lukaYehova aya kunenzela lona namhla; kuba amaYiputa lawo niwabonileyo namhlanje, anisayi kuphinda niwabone naphakade.
IEKSODUS 14:13 г судлах
3
IEKSODUS 14:16
Ke wena, phakamisa intonga yakho, wolule isandla sakho phezu kolwandle, ulwahlule, bahambe oonyana bakaSirayeli phakathi kolwandle, emhlabeni owomileyo.
IEKSODUS 14:16 г судлах
4
IEKSODUS 14:31
Asibona amaSirayeli isandla esikhulu asibonakalalisileyo uYehova kumaYiputa. Bamoyika abantu uYehova, bakholwa nguYehova, nanguMoses umkhonzi wakhe.
IEKSODUS 14:31 г судлах