1
IDUTERONOMI 7:9
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Yazi ke, ukuba uYehova uThixo wakho nguye uThixo, uThixo wenyaniso, obagcinela umnqophiso nenceba abamthandayo, abayigcinayo imithetho yakhe, ase ewakeni lesizukulwana
Харьцуулах
IDUTERONOMI 7:9 г судлах
2
IDUTERONOMI 7:6
Ngokuba ningabantu abangcwele kuYehova uThixo wakho; úninyule uYehova uThixo wakho, ukuba nibe ngabantu abayinqobo kuye, kunabantu bonke abaphezu komhlaba.
IDUTERONOMI 7:6 г судлах
3
IDUTERONOMI 7:8
Kungokunithanda kukaYehova, kungokusigcina kwakhe isifungo abesifungele ooyihlo, le nto anikhuphe ngesandla esithe nkqi uYehova, wanikhulula ngentlawulelo endlwini yobukhoboka, esandleni sikaFaro, ukumkani waseYiputa.
IDUTERONOMI 7:8 г судлах
4
IDUTERONOMI 7:7
Akungabuninzi benu kunezinye izizwe zonke, le nto athene nca nani uYehova, waninyula; kuba nimbalwa kunezinye izizwe zonke.
IDUTERONOMI 7:7 г судлах
5
IDUTERONOMI 7:14
Wósikeleleka ngaphezu kwezizwe zonke; akusayi kubakho nto ingázaliyo, nokuba yindoda nokuba ngumfazi kuwe; nasezinkomeni zakho ayisayi kubakho.
IDUTERONOMI 7:14 г судлах