iNumeri 6:24-26
iNumeri 6:24-26 CXB24
uYehova akusikelele, akugcine; uYehova uya kubukhanyisa ubuso bakhe kuwe, abe nenceba kuwe. uYehova uya kubuphakamisela kuwe ubuso bakhe, akunike uxolo.