iNumeri 3:12-13
iNumeri 3:12-13 CXB24
Yabona, ndathabatha abaLevi phakathi koonyana bakaSirayeli esikhundleni samazibulo onke avula isizalo phakathi koonyana bakaSirayeli; ke ngoko, abaLevi baya kuba ngabam; Ngokuba onke amazibulo ngawam; Ekubaxabeleni kwam onke amazibulo ezweni laseYiputa, ndawanyula onke amazibulo kwaSirayeli, ethabathela emntwini esa enkomeni; yoba yeyam: ndinguYehova.

