iNumeri 16:1-2
iNumeri 16:1-2 CXB24
uKore, unyana kaItsare, unyana kaKehati, unyana kaLevi, noDatan, noAbhiram, oonyana bakaEliyabhi, no-On unyana kaPelete, oonyana bakaRubhen. Bema phambi koMoses, ndawonye nabanye boonyana bakaSirayeli, iinkosana zebandla ezingamakhulu amabini anamashumi amahlanu, ezaziwayo ebandleni, nezazidumileyo;

