iLevitikus 9:24
iLevitikus 9:24 CXB24
Kwaphuma umlilo phambi koYehova, walidla idini elinyukayo, nenqatha, phezu kwesibingelelo. Bakubona bonke abantu, baduma, bawa ngobuso.