iGenesis 42:7
iGenesis 42:7 CXB24
uYosefu wababona abakhuluwa bakhe, wabazi, wazenza wasemzini kubo, wathetha nabo kalukhuni; wathi kubo, Nivela phi na? Bathi, Sivela ezweni lakwaKanan, size kuthenga ukudla