iGenesis 35:11-12
iGenesis 35:11-12 CXB24
Wathi uThixo kuye, NdinguThixo, uSomandla; nande nande; kuya kuphuma kuwe iintlanga neentlanga, nookumkani baphume esinqeni sakho; Ilizwe endalinika uAbraham noIsake ndiza kulinika wena, ndilinike imbewu yakho emva kwakho.

