iEksodus 7:11-12
iEksodus 7:11-12 CXB24
Kananjalo uFaro wazibiza izilumko namatola; zenjenjalo nezazi zaseYiputa ngobugqi bazo. Elowo waphosa intonga yakhe emhlabeni, yaba yinyoka; yasuka intonga ka-Aron yayidla intonga yabo.