iEksodus 40:34-35
iEksodus 40:34-35 CXB24
Ilifu layigubungela intente yokuhlangana, ubuqaqawuli bukaYehova bawuzalisa umnquba. uMoses akaba nakungena ententeni yokuhlangana, ngokuba ilifu lahlala phezu kwayo, nobuqaqawuli bukaYehova bazala ententeni leyo.

