iEksodus 35:30-31
iEksodus 35:30-31 CXB24
Wathi uMoses koonyana bakaSirayeli, Khangelani, uYehova umbize ngegama uBhetsaleli, unyana kaUri, unyana kaHuri, wesizwe sakwaYuda. Wazaliswa ngumoya kaThixo ngobulumko, ukuqonda, nokwazi, nokwazi zonke iintlobo

