iEksodus 29:45-46
iEksodus 29:45-46 CXB24
Ndohlala phakathi koonyana bakaSirayeli, ndibe nguThixo kubo; bazi ukuba ndinguYehova uThixo wabo, owabakhuphayo ezweni laseYiputa, ukuba ndihlale phakathi kwabo; NdinguYehova, uThixo wabo.