iEksodus 23:25-26
iEksodus 23:25-26 CXB24
Mkhonzeni uYehova uThixo wenu, asisikelele isonka sakho, namanzi akho; yaye ndiya kusisusa isifo phakathi kwenu. Akuyi kugxothwa amathole awo, nongazaliyo ezweni lakho; ndiya kulizalisa inani lemihla yakho