iEksodus 20:9-10
iEksodus 20:9-10 CXB24
Wosebenza imihla emithandathu, uwenze wonke umsebenzi wakho; ke wona umhla wesixhenxe uyisabatha kaYehova uThixo wakho; Uze ungenzi namnye umsebenzi ngayo, wena, nonyana wakho, nentombi yakho, nesicaka sakho, nesicakakazi sakho, nemfuyo yakho, nowasemzini okuwe. Amasango


