iEksodus 20:2-3
iEksodus 20:2-3 CXB24
NdinguYehova, uThixo wakho, owakukhuphayo ezweni laseYiputa, endlwini yobukhoboka. Uze ungabi nathixo bambi ngaphandle kwam.