iEksodus 12:26-27
iEksodus 12:26-27 CXB24
Xa bathe oonyana benu kuni, Yeyani na le nkonzo? nithi, Le yipasika kaYehova, owagqitha ezindlwini zoonyana bakaSirayeli eYiputa, wawaxabela amaYiputa, wazisindisa izindlu zethu; Bathoba abantu, baqubuda.