iEksodus 12:12-13
iEksodus 12:12-13 CXB24
Kuba ngobu busuku ndiya kucanda ezweni laseYiputa, ndiwabulale onke amazibulo ezweni laseYiputa, ndithabathele emntwini ndise enkomeni; ndiya kubagweba bonke oothixo baseYiputa: ndinguYehova. Igazi loba ngumqondiso kuni ezindlwini eniya kuba kuzo; xa ndibona igazi, ndodlula kuni, singabi nakufikelwa sisohlwayo sokutshabalalisa, ekulibetheni kwam ilizwe laseYiputa.

