1
U‐Zekariya 8:13
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Kwakuya kuti, njengokuba nibe nisisiqalekiso pakati kwezizwe, ndlu ka‐Juda, nendlu ka‐Sirayeli! kwa njalo ndonisindisa, naniya kuba litamsanqeliso: ningoyiki, mazomelele izandla zenu.
Bandingkan
Telusuri U‐Zekariya 8:13
2
U‐Zekariya 8:16-17
Zezi izinto niya kuzenza: Tetani inyaniso omnye kwomnye: gwebani ngenyaniso nangokugweba kwoxolo emasangweni enu; ningaqingelani ububi entliziyweni yenu; nesifungo sobuxoki ningasitandi; ngokuba zonke ezizinto zezo ndizitiyayo, utsho UYEHOVA.
Telusuri U‐Zekariya 8:16-17