1
U‐Malaki 3:10
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Zisani onke amashumi endlwini yokubekela, ukuze kubeko ukudla endlwini yam, nize nindilinge ke ngoku, utsho UYEHOVA wemikosi, ukuba andiyi kunivulela na izituba zezulu, ndinitululele itamsanqa, kude kugqitise ukwanela.
Bandingkan
Telusuri U‐Malaki 3:10
2
U‐Malaki 3:11-12
Nento edlayo ndiya kuyikalimela ngenxa yenu; ayiyi kuzonakalisa izixakato zomhlaba wenu: kanjalo umti weveyine wenu entsimini awuyi kuputa, utsho UYEHOVA wemikosi. Ewe, izizwe zonke ziya kuti ninetamsanqa; ngokuba niya kuba lilizwe elitandekileyo, utsho UYEHOVA wemikosi.
Telusuri U‐Malaki 3:11-12
3
U‐Malaki 3:17-18
Boba yinto enqabileyo kum, utsho UYEHOVA wemikosi, ngalomhla endiwenzayo; ndandiya kuba nezibele kubo, njengokuba uyise enezibele kunyana wake omkonzayo. Niya kwandula nibuye niqiqe pakati kwolungileyo nokohlakeleyo, pakati kwalowo umkonzayo UTIXO, nalowo ungamkonziyo.
Telusuri U‐Malaki 3:17-18
4
U‐Malaki 3:1
Bona ke, ndiya kutuma isitunywa sam, esiya kulungisa indlela pambi kwam; yaiya kuza ngokwalama etempileni yayo INKOSI eniyifunayo, kwa isitunywa socebano enisitandayo: bona ke, iya kuza, utsho UYEHOVA wemikosi.
Telusuri U‐Malaki 3:1