U‐Malaki 3:10

U‐Malaki 3:10 XHO1902A

Zisani onke amashumi endlwini yokubekela, ukuze kubeko ukudla endlwini yam, nize nindilinge ke ngoku, utsho UYEHOVA wemikosi, ukuba andiyi kunivulela na izituba zezulu, ndinitululele itamsanqa, kude kugqitise ukwanela.

Gambar Ayat untuk U‐Malaki 3:10

U‐Malaki 3:10 - Zisani onke amashumi endlwini yokubekela, ukuze kubeko ukudla endlwini yam, nize nindilinge ke ngoku, utsho UYEHOVA wemikosi, ukuba andiyi kunivulela na izituba zezulu, ndinitululele itamsanqa, kude kugqitise ukwanela.