YouVersion-logo
RaamattuSuunnitelmatVideot
Hanki sovellus
Kielen valitsin
Hakukuvake

Suosittuja jakeita Raamatun kirjasta uMarko uMarko 7

1

uMarko uMarko 7:21-23

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kuba ngaphakathi, kuyo intliziyo yomntu, kuphuma izicamango ezingendawo, ookukrexeza, oomibulo, ookubulala; ubusela, ukubawa, okungendawo, inkohliso, uburheletya, iliso elibi, ukunyelisa, ukukratsha, ukuswela kuqonda; zonke ezi zinto zingendawo ziphuma ngaphakathi, zimenze inqambi umntu.

Vertaa

Tutki uMarko uMarko 7:21-23

2

uMarko uMarko 7:15

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Akukho nto ingaphandle komntu ethi ingena kuye ibe nako ukumenza inqambi; zizinto eziphumayo kuye ezimenza inqambi umntu.

Vertaa

Tutki uMarko uMarko 7:15

3

uMarko uMarko 7:6

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Waphendula ke wathi kubo, Watyapha uIsaya ukuprofeta ngani, bahanahanisi, njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Aba bantu bandibeka ngomlomo, Kanti yona intliziyo yabo ikude lee kum.

Vertaa

Tutki uMarko uMarko 7:6

4

uMarko uMarko 7:7

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Bafumana ke bendihlonela, Befundisa iimfundiso eziyimithetho yabantu.

Vertaa

Tutki uMarko uMarko 7:7

5

uMarko uMarko 7:8

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Nithi, niwuyeka okaThixo umthetho, nibambe isithethe sabantu esinjengeentlambo zeebhekile neendebe; naye nizenza nezinye izinto ezininzi ezinjengezo.

Vertaa

Tutki uMarko uMarko 7:8

Ilmaiset lukusuunnitelmat ja hartaudet liittyen aiheeseen uMarko uMarko 7

Edellinen luku
Seuraava luku
YouVersion

Rohkaisemassa ja haastamassa sinua etsimään läheisyyttä Jumalan kanssa joka päivä.

Palvelutehtävä

Tietoa

Uramahdollisuudet

Vapaaehtoiseksi

Blogi

Lehdistö

Hyödyllisiä linkkejä

Apua

Lahjoita

Raamatunkäännökset

Ääniraamatut

Kielet

Päivän jae


Digitaalinen palvelutehtävä

Life.Church
Suomi

©2026 Life.Church / YouVersion

YksityisyyskäytännötKäyttöehdot
Haavoittuvuuden paljastamisohjelma
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest