YouVersion-logo
RaamattuSuunnitelmatVideot
Hanki sovellus
Kielen valitsin
Hakukuvake

Suosittuja jakeita Raamatun kirjasta uMarko uMarko 6

1

uMarko uMarko 6:31

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wathi kubo, Yizani nina ngasese kwindawo eyintlango, niphumle kancinane; kuba bebaninzi abezayo nabemkayo; babengenalo ke nethutyana lokuba badle.

Vertaa

Tutki uMarko uMarko 6:31

2

uMarko uMarko 6:4

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wathi ke uYesu kubo, Umprofeti akasweli mbeko, kungaba kukowabo, nakwizizalwana zakhe, nakokwabo.

Vertaa

Tutki uMarko uMarko 6:4

3

uMarko uMarko 6:34

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Uthe ke akuphuma uYesu, wabona isihlwele esikhulu; wasikwa yimfesane ngabo, ngokuba babenjengezimvu ezingenamalusi; waqala ukubafundisa iindawo ezininzi.

Vertaa

Tutki uMarko uMarko 6:34

4

uMarko uMarko 6:5-6

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wayengenako ukwenza namnye umsebenzi wamandla khona apho, kwakuphela ukubeka izandla phezu kwemilwelwe embalwa, wayiphilisa. Wamangaliswa kukungakholwa kwabo. Waye ejikeleza imizana, efundisa.

Vertaa

Tutki uMarko uMarko 6:5-6

5

uMarko uMarko 6:41-43

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wazithabatha izonka zozihlanu neentlanzi zombini, wathi ekhangele ezulwini wasikelela, waziqhekeza izonka, wanika abafundi bakhe, ukuba babeke phambi kwabo; wathi neentlanzi zombini wazabela bona bonke. Badla bahlutha bonke. Baza basusa izitya zizele ngamaqhekeza zalishumi elinazibini, basusa nakwiintlanzi.

Vertaa

Tutki uMarko uMarko 6:41-43

Ilmaiset lukusuunnitelmat ja hartaudet liittyen aiheeseen uMarko uMarko 6

Edellinen luku
Seuraava luku
YouVersion

Rohkaisemassa ja haastamassa sinua etsimään läheisyyttä Jumalan kanssa joka päivä.

Palvelutehtävä

Tietoa

Uramahdollisuudet

Vapaaehtoiseksi

Blogi

Lehdistö

Hyödyllisiä linkkejä

Apua

Lahjoita

Raamatunkäännökset

Ääniraamatut

Kielet

Päivän jae


Digitaalinen palvelutehtävä

Life.Church
Suomi

©2026 Life.Church / YouVersion

YksityisyyskäytännötKäyttöehdot
Haavoittuvuuden paljastamisohjelma
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest