YouVersion-logo
RaamattuSuunnitelmatVideot
Hanki sovellus
Kielen valitsin
Hakukuvake

Suosittuja jakeita Raamatun kirjasta uMarko uMarko 8

1

uMarko uMarko 8:35

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kuba othe wathanda ukuwusindisa umphefumlo wakhe, wolahlekelwa nguwo; ke yena othe wawulahla umphefumlo wakhe ngenxa yam, nangenxa yeendaba ezilungileyo ezi, wowusindisa lowo.

Vertaa

Tutki uMarko uMarko 8:35

2

uMarko uMarko 8:36

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kuba komnceda ntoni na umntu, ukuba uthe walizuza ihlabathi liphela, waza wonakalelwa ke ngumphefumlo wakhe?

Vertaa

Tutki uMarko uMarko 8:36

3

uMarko uMarko 8:34

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Esibizele kuye indimbane, kwanabafundi bakhe, wathi kubo, Osukuba ethanda ukundilandela, makazincame, awuthwale umnqamlezo wakhe, andilandele.

Vertaa

Tutki uMarko uMarko 8:34

4

uMarko uMarko 8:37-38

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Okanye worhola ntoni na umntu, ibe sisananelo somphefumlo wakhe? Othe waneentloni ngam nangamazwi am, kwesi sizukulwana sikrexezayo, sonayo, uNyana woMntu woba neentloni ngaye lowo, xa athe weza esebuqaqawulini boYise, enezithunywa ezingcwele.

Vertaa

Tutki uMarko uMarko 8:37-38

5

uMarko uMarko 8:29

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Athi kubo, Ke nina nithi ndingubani na? Aphendule ke uPetros athi kuye, Wena unguye uKristu.

Vertaa

Tutki uMarko uMarko 8:29

Ilmaiset lukusuunnitelmat ja hartaudet liittyen aiheeseen uMarko uMarko 8

Edellinen luku
Seuraava luku
YouVersion

Rohkaisemassa ja haastamassa sinua etsimään läheisyyttä Jumalan kanssa joka päivä.

Palvelutehtävä

Tietoa

Uramahdollisuudet

Vapaaehtoiseksi

Blogi

Lehdistö

Hyödyllisiä linkkejä

Apua

Lahjoita

Raamatunkäännökset

Ääniraamatut

Kielet

Päivän jae


Digitaalinen palvelutehtävä

Life.Church
Suomi

©2026 Life.Church / YouVersion

YksityisyyskäytännötKäyttöehdot
Haavoittuvuuden paljastamisohjelma
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest