Izenzo zabapostile 2:44-45

Izenzo zabapostile 2:44-45 XHO1902A

Babe ke bonke abakolwayo bendawonye, babala zonke izinto ukuba zizezabo bonke, batengisa ngemfuyo zabo nangempahla zabo, bazahlulahlula kubo bonke, njengoko kusukuba umntu enokuswela ngako.

Gratis leesplanne en oordenkings oor Izenzo zabapostile 2:44-45