I-Logo ye-YouVersion
IBhayibheliAmapulaniAmavidiyo
Thola i App
Okukhetha Ulimi
Isici soku Sesha

Amavesi eBhayibheli adumile avela kokuthi 2 YOOKUMKANI 18

1

2 YOOKUMKANI 18:5

IBHAYIBHILE

XHO96

UHezekiya yena wakholosa ngoNdikhoyo uThixo kaSirayeli. Kubo bonke ookumkani bakwaJuda akuzange kubekho ofana naye, ngaphambili nangasemva kwakhe.

Qhathanisa

Hlola 2 YOOKUMKANI 18:5

2

2 YOOKUMKANI 18:6

IBHAYIBHILE

XHO96

Wabambelela kuNdikhoyo, akashenxa kuye, wayithobela loo mithetho wayinika uMosis uNdikhoyo.

Qhathanisa

Hlola 2 YOOKUMKANI 18:6

3

2 YOOKUMKANI 18:7

IBHAYIBHILE

XHO96

Ngoko ke uNdikhoyo waba ngakuye, wamphumelelisa nakuyiphi na into ayenzayo. Wayivukela ikumkani yaseAsiriya, akavuma ukuyibusa.

Qhathanisa

Hlola 2 YOOKUMKANI 18:7

Isahluko esedlule
Isahluko esilandelayo
I-YouVersion'

Ukukukhuthaza nokukubekela inselelo yokufuna ubudlelwano noNkulunkulu nsuku zonke.

Inkonzo

Mayelana

Imisebenzi

Volontiya

I-Blogi

Abezindaba

Izixhumanisi Eziwusizo

Usizo

Nikela

Izinguqulo zeBhayibheli

AmaBhayibheli Alalelwayo

Izilwimi zeBhayibheli

Ivesi losuku


Inkonzo yedijithali ye

Life.Church
Zulu

©2026 I-Life.Church / YouVersion

Inqubomgomo yobumfihloImibandela
Uhlelo Lokudalula Ubungozi
U-FacebookU-TwitterI-InstagramI-YouTubeI-Pinterest