2 YOOKUMKANI 18:5

2 YOOKUMKANI 18:5 XHO96

UHezekiya yena wakholosa ngoNdikhoyo uThixo kaSirayeli. Kubo bonke ookumkani bakwaJuda akuzange kubekho ofana naye, ngaphambili nangasemva kwakhe.