YouVersion 标志
圣经计划视频
获取软件
选择语言
搜索图标

KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 4 的热门经文

1

KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 4:18

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kaloku thina asixuneli ezintweni ezibonwayo, sixunela kwezingabonwayo; kuba ezibonwayo zezexeshana; ke zona ezingabonwayo zezonaphakade.

对照

探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 4:18

2

KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 4:16-17

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kungoko singethi mandla; kuba nokuba umntu wethu wangaphandle uya esonakala, usuka yena owangaphakathi aye ehlaziyeka imihla ngemihla. Kaloku imbandezelo yethu, eyeyomzuzwana, isisebenzela ubunzima obuncamisileyo, obuncamisileyo.

对照

探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 4:16-17

3

KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 4:8-9

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Siyabandezelwa ngeenxa zonke, singaxineki; siyathingaza, kodwa asincami; siyatshutshiswa, kodwa asishiywa; sikhahlelwa phantsi, asitshatyalaliswa

对照

探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 4:8-9

4

KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 4:7

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ke kaloku obu butyebi sibuphethe ngezitya zodongwe, ukuze incamisa yamandla ibe yekaThixo, ingaphumi kuthi.

对照

探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 4:7

5

KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 4:4

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Athi kubo uthixo weli phakade wazimfamekisa ngaphakathi kwabo iingqiqo zabangakholwayo, ukuze singabengezeli kubo isikhanyiso seendaba ezilungileyo zobuqaqawuli bukaKristu, ongumfanekiselo kaThixo.

对照

探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 4:4

6

KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 4:6

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ngokuba nguThixo, yena wathi ukhanyiso malukhanye ebumnyameni, okhanyisele iintliziyo zethu, ukuze kukhanye ukwaziwa kobuqaqawuli bukaThixo ebusweni bukaYesu Kristu.

对照

探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 4:6

上一章
下一章
YouVersion

我们要鼓励、挑战你每天亲近上帝。

事工

关于我们

就职机会

义工

博客

新闻区

有用链接

帮助

捐赠

圣经译本

音频圣经

译本语言

今日经文


此数字事工属于

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

隐私政策使用条款
漏洞披露方案
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

主页

圣经

计划

视频