YouVersion 标志
圣经计划视频
获取软件
选择语言
搜索图标

KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 3 的热门经文

1

KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 3:17

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

iNkosi ke inguye uMoya; apho ke akhoyo uMoya weNkosi, kubakho inkululeko.

对照

探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 3:17

2

KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 3:18

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ke thina sonke, sinobuso nje obubhenqwe isigqubuthelo, sibukhangela njengokwasesipilini ubuqaqawuli beNkosi, senziwa similise okwaloo mfanekiselo, sivela ebuqaqawulini sisinge ebuqaqawulini, kwanjengokuvela eNkosini enguMoya.

对照

探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 3:18

3

KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 3:16

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ke xenikweni ithe ke yona yabuyela eNkosini sosuswa kuphele isigqubuthelo eso.

对照

探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 3:16

4

KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 3:5-6

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kungekuko ukuba silingene ngokwethu ukucamanga nto engathi iphuma kuthi ngokwethu; ukukulingana kwethu oko kuphuma kuThixo; osenze nokusenza sakulingana ukuba ngabalungiseleli bomnqophiso omtsha; asingowombhalo lo, singawomoya; kuba ubhalo luyabulala, umoya ke udlisa ubomi.

对照

探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 3:5-6

上一章
下一章
YouVersion

我们要鼓励、挑战你每天亲近上帝。

事工

关于我们

就职机会

义工

博客

新闻区

有用链接

帮助

捐赠

圣经译本

音频圣经

译本语言

今日经文


此数字事工属于

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

隐私政策使用条款
漏洞披露方案
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

主页

圣经

计划

视频