1
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 2:14-15
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Makubulelwe ke kuThixo, ohlala esiphuphuma uqhayiso ngoKristu, elibonakalalisa ngathi ivumba lokwaziwa kwakhe ezindaweni zonke. Kuba kuye uThixo silivumba elimnandi likaKristu, phakathi kwabasindiswayo naphakathi kwabatshabalalayo.
对照
探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 2:14-15
主页
圣经
计划
视频