YouVersion 标志
圣经计划视频
获取软件
选择语言
搜索图标

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 11 的热门经文

1

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 11:25-26

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kwangokunjalo yathabatha nayo indebe, emva kokuba kudliwe, isithi, Le ndebe ingumnqophiso omtsha osegazini lam; ngamaxesha onke enisukuba niyisela, oku kwenzeleni ukundikhumbula. Kuba ngamaxesha onke enisukuba nisidla eso sonka, niyisele loo ndebe, niyakwazisa ukufa kweNkosi, ide ifike.

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 11:25-26

2

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 11:23-24

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kuba mna ndakwamkela eNkosini oko ndikunikeleyo nokukunikela kuni: Okokuba iNkosi uYesu, ngobusuku eyanikelwa ngabo, yathabatha isonka; yaza yakuba ibulele, yasiqhekeza, yathi, Thabathani, nidle, ngumzimba wam lo, owaphulelwa nina; oku kwenzeleni ukundikhumbula.

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 11:23-24

3

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 11:28-29

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Makazicikide ke ngokwakhe umntu, aze ngokunjalo adle kwisonka eso, ayisele nendebe leyo; kuba lowo udlayo, uselayo, ngokungafanelekileyo, uzidlela aziselele ukugwetywa, engawucaluli nje umzimba weNkosi.

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 11:28-29

4

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 11:27

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ngoko ke, osukuba esidla eso sonka, ayisele indebe yeNkosi, ngokungafanelekileyo, woba netyala lomzimba negazi leNkosi.

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 11:27

5

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 11:1

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Yibani ngabaxelisa mna, njengokuba nam ndixelisa uKristu.

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 11:1

上一章
下一章
YouVersion

我们要鼓励、挑战你每天亲近上帝。

事工

关于我们

就职机会

义工

博客

新闻区

有用链接

帮助

捐赠

圣经译本

音频圣经

译本语言

今日经文


此数字事工属于

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

隐私政策使用条款
漏洞披露方案
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

主页

圣经

计划

视频